IsiXhosa HL P3 memo

May-June 2016 โ€” Grade 12 / Matric โ€” IsiXhosa

Memo 2016 Grade 12 IsiXhosa - HL IsiXhosa Hub โ†’
โ†“ Download PDF Facebook X ๐Ÿ“„ 350 KB View Exam Paper
Preparing document

๐Ÿ“‹ Document Analysis

๐Ÿ“„ 20 pages ๐Ÿ“ 11 items found
See full analysis

Questions โ€” A Preview of What to Expect in the Document

11
This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
1.1Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ng omxholo obambekayo nokholelekayo nokuba sekwe kwinto
1.2Isincoko esichazayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makachaze umba othile okanye umntu othile ngendlela ezama ukuba asive, asiqonde isihloko es ichazwa ngendlela ecace gca. Makasebenzise amagama ukudala umfanekiso.
1.3Isincoko esixoxayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Umviwa makatyekele kwicala elinye. Makuvele uk uxhaswa okanye ukuchaswa koluvo olukhabana nolunye. Makabe necala alithathayo umfundi, adandalazise nesizathu sokuba enze
1.4Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ngomxholo obambekayo nokholelekayo nokuba sekwe kwinto
1.5Isincoko esivelela amacala omabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makavelele zonke iinkalo xa exoxa ngomba othile. Makavelele amacala omabini engxoxo, angakhethi cala. Makacacise acwangcise ngobunono isakhiwo.
1.6Isincoko esicamngcayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabonise izimvo, iim bono, iingcinga neemvakalelo zakhe ezichukumisayo. Makacamngce ngamaphupha okanye ngeminqweno. Makaveze iimbono zakhe kuphela.
1.7.1Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ng omxholo obambekayo nokholelekayo nokuba sekwe kwinto
1.7.2Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ngomxholo obambekayo nokholelekayo nokuba sekwe kwinto
2.1ILETA YOBUHLOBO Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makasebenzise ulwimi olungekho sikweni ukuya kolusesikweni. Makabhale ngolwimi oluvakalayo, olusulungekileyo nolutsala umdla nethoni
2.2ILETA Y SEBURHULUMENTENI Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makanamathele kwiimfuno ezahlukeneyo zeeleta ez ise sikweni njengesimbo sokubhala nesakhiwo. Makakhumbule abantu ababhalelayo ukuncedisana nokuba oko abhale
2.4AJENDA NEMIZUZU Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: ajenda: Makab hale isicwangciso senkqubo eza kulandelwa entlanganisweni. Makabeke imiba/izihlokwana ekuza kuxoxwa ngazo. Umba ngamnye mawabelwe ixesha.

Mark Allocation

Sections50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 25 + 25 + 25 + 25 + 25 + 25 = 1800 marks

Paper information

SubjectIsiXhosa
Year2016
SessionMay-June
TypeMemo
PaperPaper 3
LanguageIsiXhosa (HL โ€” verified from PDF)
Pages20
Downloads5

Examination context

Decade2010s
Years ago10y
Seasonโ€”
Start dayโ€”
Exam periodโ€”
Days since examโ€”

About IsiXhosa examination preparation

Grade 12 IsiXhosa past examination resources support preparation for language, comprehension, and written-response components.

Every available Grade 12 IsiXhosa past paper and memorandum is collected in the IsiXhosa hub at isixhosa.freemode.co.za โ€” browse all years, sessions and languages in one place.

How to use this resource for revision

A past examination paper is most useful when it is treated as an active revision exercise. Try the questions yourself before checking the corresponding memorandum. Where you make an error, identify the reason โ€” was it a knowledge gap, a calculation mistake, an interpretation issue, or an examination technique problem?

For stronger examination practice, complete the paper without unnecessary interruptions and keep track of the questions that take the most time. Afterwards, review the memorandum and separate knowledge gaps from mistakes caused by interpretation, calculation, structure, or examination technique.

comprehension
language knowledge
interpretation
written expression
examination technique

A practical revision approach

Complete the paper without referring to answers, then use the memorandum to identify areas where comprehension, language knowledge, or written expression can be improved.

Grade 12 subject hubs

Each matric subject has its own dedicated hub on Freemode with every past paper and marking memorandum we have archived for that subject.

Corresponding examination paper

Examination paper available

Open the corresponding examination paper to practise the questions before reviewing the marking memorandum on this page. Attempt every question under timed conditions for the most realistic preparation.

IsiXhosa HL P3 โ†’

File details

File size350 KB
Pages20
Archived on11 October 2026
File age13d
ContributorFreeMode
FingerprintFB77EED833D7

Questions and learner discussion

Log in to ask a question or leave a review.

No questions or discussions have been posted yet.