This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
2.1Sisetyenziselwe ukubonisa ukuba kukho into eyothusayo iyamemelela sihlab ikhwelo kumadoda ukuba nal utshaba. (Nayiphi na kwezi\
2.2Ngumfanekiso ngq weni weliso gumfanekiso ngqondweni wokubona (Nayiphi na kwezi\
2.3Luphuhlisa ukuphelelwa ngamandla nokonzakala kwalowo uhlaselwayo
2.4mgqakhwe ngumntu onge o inzalelwane yaseAfrika
2.5Kukudala isingqisho kumbongo. /Kukubonisa isantya ohamba ngaso dala undindwano. (Nayiphi na kwezi\
2.6Ikhathazekile /ixhalabile kakhulu kukubona abantu aba Mhlophe bengena bezenzela kwilizwe lakowethu iAfrika (Nayiphi na impendulo echanekileyo\
2.7Ngumyalezo wo kuba masingahlali phants i sisonge izandla kusonakala elizweni lethu. (Nayiphi na impendulo echanekileyo\ [10] UMBUZO 3 (UMBUZO OMFUTSHANE\ UMLAMBO N Thuthani10
3.1Kukudala isingqisho Kuk (Nayiphi na kwezi\
3.2Isikweko.
3.3Ngumqolo we Kumaw amakhulu uhamb uhamb ubamb iintlombe (Nayiphi na kwezi\
3.4Umlambo lo uluncedo kanti ukwa nguwo nombulali. Ngumphilisi nomtshabalalisi. (Nayiphi na kwezi\
3.5Zozibini ezi zitanza ziyalingana ngenani lemiqolo. Zozibini i itanza ngasinye sinemiqolo emi /Zozibini zinemiqolo emi (Nayiphi na kwezi\
3.6Umlambo uhamba utyekeza uchitha izinto ezingendawo nezingasulungekanga khon ukuze ufike elwandle ungenasibi. (Nayiphi na echanekileyo
3.7Umlambo u namacala amabini, elihle nelibi. Uzisa ugcobo novuyo, kwabanye udala iintsizi neenyembezi. (Nayiphi na impendulo echanekileyo\ [10] UMBUZO 4 (UMBUZO OMF UTSHANE\ IMBONGI YESIZWE10
4.1Umbuzo buciko sihlonipho. (Nayiphi na kwezi\
4.2ntshuntshe P2
4.3Uthabathe inxaxheba ekubhal eni amanqaku kumaphepha ndaba Zwi laB antu neMvo.
4.4ano siqalo
4.5Isi tanza sokuqala sinemiqolo eli 9, esesibini sona sinemiqolo eli Imiqolo yazo ayilingani. (Nayiphi na kwezi\
4.6Ikhathazekile (Nayiphi na impendulo echaneki leyo\
4.7Umbhali usifundisa ngendoda ebhubhe yenze umahluko kulwimi lwesiXhosa. Umbhali us ifundisa ukuba ungumntu ebomini ube nendima oyidlalayo usifundisa ukuba masithabathe inxaxheba kulwimi lwethu isiXhosa nakubhalo
5.1sikweko.
5.2Inyaniso ingunobangela womanyano nothando eluntwini
5.3Kubaluleke ngokuba ukufika kwamanzi emhlabeni kuza neziqhamo ezihle kwindalo njengoko kunjalo ukuthetha inyaniso eluntwini
5.4Ngumfanekiso ngqondweni weliso/wokubona kuba into enxitywayo ibonwa lilizwe lonke.
5.5Igxininisa uluvo l okuba umntu osoloko ethetha inyaniso akamkeleki untwini P2
5.6Kukuba kubhekiswa ku ali ukuba kubhekiswa kuThixo ukuba kubhekiswa kuYehova (Nayiphi na kwezi\
5.7pha kulo mbongo i mbongi idlulisa umyalezo ngokubaluleka kwenyaniso nangona engathandwa ncam onayo kodwa oPhezulu usoloko emkhusela [10] AMANQAKU ECANDELO A:10
7.1Kusenkonzweni e Albert Street. Kuhlangene abefundisi.
7.2Kwakuxoxwa ngodaba lomfundisi omakaye kukhokela ibandla laseGeorge Goch.
7.3Isivezela uku uMangaliso yayingumntu ozithembileyo nozi misel eyo ukumelana ngempumelelo nemiceli mingeni yaseGeorge Goch (2\
7.4Kukungaboni ngasonye kwesifundisi saseWesile malunga nomfundisi omakaye eGeorge Goch njengoko kukwazembe lit shona nomphini (2\
7.6UMangaliso wanyanzelisa ukuya eGeorge Goch enqandwa ngabefundisi abadala nabanamava kodwa umsebenzi kaThixo awayewuyela wawenza ngempumelelo. Wazisondeza kakhulu kubantu baseGeorge Goch ngokuthi ehle enyuka kule
7.7Siyahambelana kuba zonke iziganeko eziqhubeka kule ncwadi zingoMangaliso ongulo nyana kwaye nabazali bakhe bathi bakumbona emva kwexesha elide bathi, 'Nyana Wam! Nyana Wam!' (2\ Kuba befuna ukuba bathi befika abantu abe uyise sele enxibe kakuhle.
7.11Atolika into yokuba umzali kaMangaliso unethamsanqa ngokuz ala umntwana onemisebenzi emihle kangaka. Inqanaba lokutyhileka kwezinto. /utyhilo ndaba/Ukusonjululwa kwezinto. (2\ (1\
7.13Kungokuba wayebona umntu owayekhe wambona ngaphambili. NguVuma. (2\ (1\
7.14UMangaliso wonwabile, ubafumen e abazali bakhe , ushumayela ilizwi likaThixo kwilali apho azalelwe khona. (2\ [25] P225
9.3Yinto yokuba amapolisa ayefuna uMfazwe abe yimpimpi yena engahambisani Wayengafuni ukuthengisa ngegazi labantu bak (1\ (1\ (1\ Kusen tolongweni apho umntu avaleleke khona kungekho ndlela yakuphuma bomi bokuvalelwa apho ungenakho uya apho ufuna ukuya
9.7Uyise umfundise nzima ngokucela ngoku noMfazwe ufuna ukuphila ubom Zibenze abantu bak Qaka a lawulek , batshisa zikolo, baqhankqalaza (2\ (1\ (2\
9.8Bubomi endingasokuze ndibuphile bokuba yimpimpi ndithengise ngegazi labantu besizwe sam. ndiphile ubomi obulula. (Nayiphi impendulo echanekileyo (2\ UMfundisi uHlathi umcebise ukuba aqhweshe, wamnika imoto emkhomba
9.1NguMzolisi (1\
9.1Kungenxa yokuba wayese ndleleni eya e lubhacweni /ubaleka ingalo yomthetho njengoko wayenokun nya thel lityala lokubulawa kwaba ntu
9.1Kumncede ukuba akwazi ukukhetha umbutho wezopolitiko anqwenela ukuwujoyina Kumncede kuba ukwazile ukumthwesa ngeendlela zokuwela imida ekhu selekile emapoliseni (Nayiphi na kwezi\ (2\
9.15Kung (2\ (1\
9.16Ngokuba ngabo ababethutha iindaba malunga nezinto eziza kwenziwa baxela yonke imigushuzo kuts ho kubanjwe, kubulawe, kungxwelerhwe (Nayiphi na kwezi\ (2\ [25] UMBUZO 10 (UMBUZO OSISINCOKO SONCWADI\ UBUNCWANE BONCWADI LWEMVELI25
11.3Kwahlala kwahlala kwayintsomi. NguMdali. (1\ (1\ (2\
11.4Aluthembekan /Alunamqolo. /Alukwazi kuma ntweni. (Nasiphi na isibini\ (2\
11.7Akukho mntu udalwe wasulungeka ngokupheleleyo. Kukuba ze singasolwa sisizukulwana esizayo ngombala esiwukhethileyo. UQwarhashe uyayazi into yokuba ubomi bunamacal a amabini. Ngoko ke uyikhethe ngobulumko imibala emhlophe nemnyama.
11.8Isifundisa ukuba singabantu masibe ngabantu abanomqolo. (Nayiphi na impendulo echanekileyo\ (2\
11.11Yimvano siph elo. (1\ (1\ (2\
11.12(Nayiphi na kwezi\ (1\
11.13(Nayiphi na kwezi\ (1\ P2 14
3.1KukwaDanile /Entangeni kaNamhla. (Na yiphi na kwezi\
3.2Kungokuba unyanzelwa ukuba makatshate ngebhaxa noSidima angamthandiyo.
13.3bonisa bonisa ukuba uLizo akazange amzeke ngentando yakhe uZodwa wazekelwa nga bazali /Ibonisa ukuba akamfuni uZodwa (Nayiphi na impendulo echanekileyo\
13.5(1\ (2\
13.6ULizo udubula abulale uDuma ecin ga ukuba ubulala uSidima ongumqobo (2\
13.7yokuthandana kwabantu abatshatileyo ich aphazela ukuphuma (Nayiphi na impendulo echanekileyo\ (2\ P2 17
13.8Sisenzo esingafanelekanga kuba ngokw sintu intombi eyendayo ayifanelanga kungenisa enye (2\ Sesokusweleka kukaSidima.
13.12Bafana ngok ungabi nandawo yokuhlala esisigxina nokuhambisa iindaba. (Nayiphi na kwezi\ UNamhla wamithiswa nguDuma saze saphuma eso sisu uma noSidima babekhe balwa ngenxa kaNamhla.
13.14Izenzo zakhe zigwenxa azihambelani nomntu onesidim kuba uthandana noZodwa Zazile etshatile aji ke abaleke naye ukuya eSwazini. (2\
13.15mtshato ongasekelwanga eluthandweni uba neziphumo ezibi. /Umtshato onyanzelweyo uba neziphumo ezibi (Nayiphi na kwezi\ (2\ [11] UMBUZO 14 (ISINCOKO SO NCWADI\11
15.2(1\ (1\
15.3(Nayiphi na kwezi\ (2\
15.6Ewe kuba naku esithi, 'ndisalizonda nanamhla oku ithuba esaliphosayo ngala Bagxothwe badudulwa ngumkhosi wam (2\ (1\ (2\
15.7(Nayiphi na kwezi\ (2\
15.8Uluvo lombhali luthi abantu abakholelwa emagqirheni bamosha nje iimal (2\
15.9Ibali likwiKomkhulu lika kosi uMaqoma. Kusemakhaya amakhwenkwe /Incoko ingeeNkosi, iinkomo namadabi amakhwenkwe /Ukuhluthwa kwemihlaba kwiindawo zasemaphandleni (Nasiphi na isibini kwezi\ (2\
15.12Kukuza kucela imvume yokumisa umzi wetyalike oza kusasaza iindaba Kungenxa yokuba uMatshaya uhamba namajoni axhobileyo, nto leyo engonwabisiyo kubantu abangekh (1\ (2\ (1\
15.13Ewe sele ligqibhozele kuba sibo na abantu abafana no oMatshaya sebehamba nabantu abohlukileyo kubo ngezenzo genkcubek (Nayiphi na kwezi\ (2\
15.14intetho zakhe ngenkosi ziyibonisa ngokuphandle loo nto, ude waphetha sele (2\
5.15Yimfundiso yokuba k ubalulekile ukuba uyikhusele kangangoko unakho into elilungelo lakho. /Intlonipho iya kwenza ulahlekelwe kokuba lulekileyo. (Nayiphi na impendulo echanekileyo\ (2\ [25]25
6.1ISI HLOMELO A: IRUBRIKI YOKUMAKISHA ISINCOKO S ESIHOBE CANDELO A: Irubriki yesincoko soncwadi ISIHOBE 10 AMANQAKU Imiqathango Egqwesileyo