IsiXhosa HL P3 memo

Feb-March 2016 โ€” Grade 12 / Matric โ€” IsiXhosa

Memo 2016 Grade 12 IsiXhosa - HL IsiXhosa Hub โ†’
โ†“ Download PDF Facebook X ๐Ÿ“„ 338 KB View Exam Paper
Preparing document

๐Ÿ“‹ Document Analysis

๐Ÿ“„ 19 pages ๐Ÿ“ 13 items found
See full analysis

Questions โ€” A Preview of What to Expect in the Document

13
This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
1.2Isincoko esichazayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makachaze umba othile okanye umntu othile ngendlela ezama ukuba asive, asiqonde isihloko sichazwa ngendlela ecace gca. Makasebenzise amagama ukudala umfanekiso.
1.3Isincoko esixoxayo. Umviwa kulindeleke uku ba achankcathe kwezi ngongoma: Umviwa makatyekele kwicala elinye. Makuvele ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo olukhabana nolunye. Makabe necala alithathayo umfundi, adandalazise nesizathu sokuba
1.4Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindeleke ukuba chankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ngomxholo obambekayo nokholelekayo nokuba sekwe kwinto ebuntsomirha.
1.5Isincoko esicamngcayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabonise izimvo, iimbono, iingcinga neemvakalelo zakhe ezichukumisayo. Makacamngce ngamaphupha o kanye ngeminqweno. Makaveze iimbono zakhe kuphela.
1.6Isincoko esivelela amacala omabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcat he kwezi ngongoma: Makavelele zonke iinkalo xa exoxa ngomba othile. Makavelele amacala omabini engxoxo, angakhethi cala. Makacacise acwangcise ngobunono isakhiwo.
1.7.1Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ngomxholo obambeka yo nokholelekayo nokuba sekwe kwinto ebuntsomirha.
1.7.2Isincoko esibalisa yo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ngomxholo obambekayo nokholelekayo nokuba sekwe kwinto ebuntsomirha.
2.1ILETA YOBURHULUMENTE Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makasebenzise ulwimi olusesikweni. Makabhale ngolwimi oluvakala yo, olusulungekileyo nolutsala umdla nethoni efanelekileyo. Makacwangcise ngokukuko, axoxe ngokukuko.
2.2OBHITSHUWARI Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Igam a nefani yalo mntu uswelekileyo, umhla awazalwa ngawo, indawo awazalelwa kuyo, amagama abazali bakhe. Imfundo yakhe neendawo aphangele kuzo.
2.3INQAKU LEMAGAZINI Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwez i ngongoma: Isihloko masitsale umdla sidlwengule umxhelo. Indle ayokubhala mayibe yivela kuye, athethe ngqo nomfundi. Isimbo sokubhala singaba sesichazayo nesikhatshwa zizafobe ukutsala
2.4INGXELO ESESIKWENI Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makanike iinkcukacha ezichanekileyo ngesiganeko. Makabhale isihloko, intshayelelo, isiqu, isiphelo, izindululo, izalathiso nezihlomelo.
2.5INGXOXO YABABINI Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ingxoxo ephakathi kwabantu ababini. Makayibhale ingxoxo njengoko isenzeka, amazwi ezithethi awabhale njengoko enjalo. Mashiye umgca ukwahlula phakathi k
2.6UDLIWANO NDLEBE Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabuze umbuzwa imibuzo. Makanike amagama esithethi kwicala elisekhohlo ephepheni. Makashiye umgca ukwahlula intetho yesithethi ngasinye.

Mark Allocation

Sections50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 25 + 25 + 25 + 25 + 25 + 25 = 1850 marks

Paper information

SubjectIsiXhosa
Year2016
SessionFeb-March
TypeMemo
PaperPaper 3
LanguageIsiXhosa (HL โ€” verified from PDF)
Pages19
Downloads7

Examination context

Decade2010s
Years ago10y
Seasonโ€”
Start dayโ€”
Exam periodโ€”
Days since examโ€”

About IsiXhosa examination preparation

Grade 12 IsiXhosa past examination resources support preparation for language, comprehension, and written-response components.

Every available Grade 12 IsiXhosa past paper and memorandum is collected in the IsiXhosa hub at isixhosa.freemode.co.za โ€” browse all years, sessions and languages in one place.

How to use this resource for revision

A past examination paper is most useful when it is treated as an active revision exercise. Try the questions yourself before checking the corresponding memorandum. Where you make an error, identify the reason โ€” was it a knowledge gap, a calculation mistake, an interpretation issue, or an examination technique problem?

For stronger examination practice, complete the paper without unnecessary interruptions and keep track of the questions that take the most time. Afterwards, review the memorandum and separate knowledge gaps from mistakes caused by interpretation, calculation, structure, or examination technique.

comprehension
language knowledge
interpretation
written expression
examination technique

A practical revision approach

Complete the paper without referring to answers, then use the memorandum to identify areas where comprehension, language knowledge, or written expression can be improved.

Grade 12 subject hubs

Each matric subject has its own dedicated hub on Freemode with every past paper and marking memorandum we have archived for that subject.

Corresponding examination paper

Examination paper available

Open the corresponding examination paper to practise the questions before reviewing the marking memorandum on this page. Attempt every question under timed conditions for the most realistic preparation.

IsiXhosa HL P3 โ†’

File details

File size338 KB
Pages19
Archived on11 October 2026
File age12d
ContributorFreeMode
FingerprintCEA74498A869

Questions and learner discussion

Log in to ask a question or leave a review.

No questions or discussions have been posted yet.