This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
2.1Siphuhlisa ukwamkeleka nokuvuyelwa kwexesha entlakohlaza ebekukudala lilindelwe abantu besolula izandla ngokunga kuvuyelwa kusamkelwa umntu ofikayo
2.2Kukubethelela okanye ukugxininisa ukuba wonke umntu uyayamkela intlakohlaza kukudala isingqisho /kukucacisa ukwamkeleka kwexesha lentlakohlaza. (2\
2.3Yintsingi lo yokuba umhlaba uneentanda kwaye uxwebile. (2\
2.4mbongi isichazela nge xesha lentlakohlaza, k ulangazelelwa olu tshintsho nochulumanco oluza neli xesha lonyaka. kuba imbongi isichazela ngo mahluko phakathi kwentlakohlaza nobusika nolangazelelo ngenxa
2.5Imbongi yonwabile /iyavuya ichulumancile kuba kusuke ubusika kwafika esha elithandwayo lentlakohlaza /kuba indalo yonke iza kutshints ha idlamke ngenxa yentlakohlaza. (Nayiphi na impendulo echanekileyo.\
3.1iphuhlisa indlela okhonya ngayo umqhagi uxela ixesha lokuvuka oku komntu okhumbuza umntu ngokuvuka ukuya kuloo ndawo ithile (2\
3.2Imbongi ibethelela ubunganga bomqha gi xa uphakathi kwe zikhukukazi kukudala isingqisho /kukuntyontyela umqhagi. (2\
3.3Yintsingiselo yokuba naliphi na iduna kufuneka libe nenzala ukuze (2\
3.4mbongi isic hazela ngokubaluleka ko mqhagi /kuba imbongi isichazela ngendima edlalw a ngumqhagi kwintlalo yoluntu /kuba imbongi isichazela ngomqhagi oyiwotshi yendalo. (Nabuphi na ubungqina bokuchaza
3.5Imbongi ichulumancile /yonwabile /iyavuya kuba ibonis a indima ebalulekileyo edl alwa ngumqhagi kwintlalo yethu. (Nayiphi na impendulo echanekileyo.\ [10]10
4.1Luphuhlisa ukuba udaba lo kusweleka k ukaJordan lwafikelela ezindlebeni zaba ntu abaninzi nakwabo babengamazi /Luphuhlisa ukuba udaba
4.2Kukugxininisa okanye ukubethelela ukuba wonke umntu abe nomfane kiso ngqondweni wemeko embi ngenxa yokusweleka kukaJordan /kukudala isingqisho.
4.3Yintsingiselo yokuba u kusweleka kukaJordan kuzilelwe yindalo ngokubanzi /ukusweleka kukaJordan kuzilelwe nangabantu abakumazwe aphesheya. (2\
4.4mbong i ibika udaba lokusweleka /kuba imbongi ivakalisa intlungu yo sweleka kukaJordan (Naziphi na iimpawu ze eleji ezixhasayo\
4.5mbongi i khathazekile kuba kusweleke uJordan obenegalelo elikhulu kwisizwe s akhe nakwihlabathi liphela (Nayip
5.1phuhlisa ukuba ingoma i tsho ngesidima nesithozela ezindlebeni (2\
5.3Yints ingiselo yokuba ingoma iyasetyenziswa kuzo zonke iinkalo zobomi (2\
5.4mbongi ichaza indima edlalwa yi ngoma kwintla o yoluntu jikelele (Nabuphi na ubungqina bokuchazayo obuchanekileyo\
5.5Yonwabile ichulumancile /iyavuya kuba i sichazela ngokubaluleka kwengoma nemisebenzi yayo Nayiphi na impendulo echanekileyo\
5.2Yimvakalelo yengoma etsho kamnandi kulowo uyiphulaphuleyo (2\
7.1Kufi ke uJoe neqela lakhe kul oNomsa wabe uN omsa ehleli noThole okwasisithandwa sakhe.
7.2UThole uphendula ebo nakalisa ukungacengi kwaye ubonakala elindele nantoni enokut i yehle Thole u yagwe xa exolele ukuba yehle eyehlayo inyuke eyenyukayo
7.3Imveza njengomntu onesibindi Imveza njengomntu oligorha ongoyiki ngokoyiswa (Nayiphi na kwezi\ (2\
7.4Yimpixano yan aphandle. UJoe neqela lakhe kunye noThole babonakala besilwa ngezigalo.
7.5Kungumqondiso wokuba uya nikezela ungumqondiso wokuhla wamandla akhe. ungum qondiso wokuxhoma /kungumqondiso wokucela uxolo. (Nayiphi na kwezi\
7.6Isiphum o saba sisigqibo sokuba uThole a zinikele ukuba uya kumsebenzela uThixo ukuba uthe wamsindisa kwizikrelemnqa ezingooJoe /Wenza isigqibo sokuba alishiye iBhayi. 10
9.1Abantwana bebegwayimbela ukubanjwa kukaMfazwe ngamapolisa baza bangquzulana namapolisa kwangenelela abantu. (2\
9.2Yimpixano yangaphandle kuba sibona abantw esikolo besilwa namapolisa, bona bagibisela ngamatye amapolisa wona ababetha ngeemvubu kwaye ayabadubula.
9.3UMfazwe ubonisa ukuwachasa amapolisa kwaye ungumntu wokuxhasa abantu kumza /Kumnike amandla ukubona ukuba (Nayiphi na impendulo echanekileyo (2\
9.4Isimo sentlalo s ity hila imeko sele kukho umfutho waseNts hona otyhilwa kukuba kuthethwa simo sentlalo kuba
9.5Ngu mqondiso wengcinezelo /Ngumqondiso wesixhobo sengcinezelo (Nayiphi na kwezi\ (2\
9.6Yayikukufihla inyani yokuba wabul awa ngamapolisa etrongweni uKK Babesoyika ukuvukelwa ngabantu abamnyama. (2\
9.7B. Ukutha (3\
9.8Yinja ebimana ukuvela kwiindawo uMfazwe ebehamba kuzo esengxakini kodwa isuke ithi shwak Yinja ebimana ukuvela kuMfazwe imsindisa Yinja athe wayibona ngelixa lokuhlaselwa kwakhe n gala ayiphi na kwezi
9.9Amapolisa angene kuloliwe a betha abantu baba njwa ngamapolisa bezama uphuma (Nayiphi na kwezi
9.10isiganeko s okuhlangana kuka Mfazwe namapolisa aseThongo athe sel embambile a phinda amkhulula (2\
9.11vela njengomlinganiswa o likhalipha Uvela njengomlinganiswa ligorha Uvela njengomlinganiswa o nesibindi /Uvela njengomlinganiswa olikroti kuba
9.12aphumelela kuba wafika eMthontsi, walelinye lamajoni omzabalazo. Yaphumelela kuba balwe bade bayifumana inkululek ayiphi na kwezi (2\ AMANQAKU ECANDELO B: 13
11.1Bamnyanzela ukuba atshate noSidima angamthandiyo. (2\
11.2Ivez a ukuba uLizo ungumntu onyanzelisayo xa efuna ukuyenza into Iveza ukuba uLizo ungumntu onesibindi Iveza ukuba uLizo ungumntu otyhala
11.5UDanile umnxulumanisa uLizo nenja ngenxa yezenzo zakhe, ezifana nokuthandana nomfazi womntu ade (2\
11.6Abalinganiswa bazithethela ngokwabo /amagama akwizibiyeli anika umyalelo qonga /iintetho zabalinganiswa zibhalwa ecaleni kwamagama abo. Nasiphi na isibini (2\
11.7Luluvo lokuba izinto zihamba kakuhle okanye ngale ndlela ebenqwena uluvo lokuba l e nto ay khangelayo usendleleni eya kuyo ngqo. Nayiphi kwezi (2\
11.8kuba uphande ngokufa kukaSidima noZodwa wafumanisa ukuba bona basaphila (2\ UMBUZO 11 (UMBUZO OMFUTSHANE\
11.3Ngumyalezo w okuba mabangayideleli imeko abajongene nayo kuba becinga ukuba balumkile. Abonisa imiyalelo yeqonga /abonisa i intshukumo z abalinganiswa siphi na isibini kwezi. (2\
11.10Usebenzise ubuchule bokuzenza igqirha ukufika kwakhe eSwazini ukuze akwazi ukufuma na konke awayekuphanda Usebenzise ubuchule bokutshintsha tshintsha iilwi ukuze akwazi ukufumana konke a waye kuphanda.
11.11Kwavela ukuba uSidima noZodwa Zazile bayaphila kwasweleka uDuma noZodwa waseBhayi /Kwavela ukuba uLizo nguye owabulala uDuma noZodwa waseBhayi ecinga ukuba ubulala uSidima noZodwa Zazile oyinkosikazi yakhe
11.9Kubonisa ukuzithoba Kubonisa ukumthanda Kubonisa ukumhlonela Kubonisa kuzingca ng omyeni wakhe.
13.2Libaveza n jengabantu abasele bonakeliswe yinkolo yobuKrestu abangasa lungelanga nto ngokwesintu. Ngo kuba njengokuba abefundisi abamhlophe bemana ukucela imihlatyana yokwakha icawa baza kuphela sele bewuthatha wonke umhlaba
13.8Bubudlelwane bokuba bonke bazizixhobo zo kuphumeza iinjongo zikarhulumente wamaNgesi
13.9Babekho n geenjongo zokurhweb eshela amaXhosa kwinkolo yobuKre stu. (2\
13.10Wenza uphando lokufumana ababulali, akubafumana wabagweba ngoko mth etho wesiN (2\
13.11magama akwizibiyeli anika Nasiphi isibini kwezi (2\
13.12Umntu uyakwazi ukuzenza into angeyiyo kwa ye a bantu bayakwazi ukus ebenzisa izinto ezi lungileyo nge njongo zobubi