This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
2.1Zifunelwa ingxaki yoku mka kwe Afrika zikho yingxaki yophawu lukaKhayeni olwenza iinkokelikazi zingaboni ingozi ekuyo i Afrika (Nasiphi na isibini kwezi\
2.2Yintsingiselo ethi n aba phetheyo zenza ngathi aziyiboni ingxaki. (Nasiphi na isibini kwezi\
2.3Ngowo thunuka izazela zabalahle okukokwabo nangona xelelwe okanye bevile ngemfuneko
2.5Ndiya ngqina ukuhambelana kuba isihloko esithi Watsha umzi sisi lumkiso e sazisa ngom onakal
3.1gcin igama namanxowa
3.2Yintsingiselo yokuba w azal (2\
3.3Kuku gxini sa/kukubethelela uluvo lokuba uLangalibalele unama ndla awafumana ngokuzalwa awagqithisela nakwinzala yakhe nanjengoko eyinkosi kwaye unawo namandla aphuhliswa zizenzo zakhe. Kukugxininisa/kukubethelela
3.4Ngokwesigama esithi, Nkunz egqume ku tabamhlope, Kwahlokom amawa neentlanjana esisukela mqolo vela uku
3.5Ndiya kungqina ukuhambelana kuba isihloko sit hi, uLangalibalele nom ongo
4.1bambana (2\
4.2Yeyokuphuma ka ncinci kobisi (Nasiphi na isigama esifumaneka kwisitanza samkelekile.\ (2\
4.5Ndiya ngqina ukuhambelana kuba i oko sithi ukubethwa ng emvaba sithetha ukubethwa
5.1Ngumnt osisiququq ukwe nziwa.
5.2Ngumfanekiso ntelekelelo w ugqwesa/ w oku ncomeka khomba indlela ayihambe womzekelo omhle. (Nayiphi na kwezi\ (2\
5.3usetyenziswa kunye magama isikroba, roba, kutyhila ingxaki yokuba izibhoxi zifumana ithuba lokubhoxa xa engekho umama. eyokuba ukungabikho k ukamama
5.4Imiqolo eli (2\
5.5Ziyanqweneleka iimpawu ezinjengokuququzela/ukukhuthala/ukuvuka ekuseni/ ukuqoqosha /ukuthi cwaka x a usebenza nzima/ukuvakala kwe sikroba xa engekho nobunkokheli njengoko zingasoloko zihamba kunye emntwini
7.1ukungahlangani kwexesha aziswe ngalo umphanga ngamapolisa nexesha adlulise ngalo umphanga kuMkhokeli. (2\
7.2gumgedle abalenza kunye loku theza amandla/lokulahla umkhondo uphando lukaMfezeko lungokufa kukaYangaphi. Ligumgedle abakunye
7.3Uyinxalenye kwiyelenqe lokudlisa uMfezeko ityhefu. Uyinxalenye ngexesha kuzanywa ukuba uMfezeko abiwe esibhedlele ukuze atshiselwe netyotyombe
7.4Afukame ootsotsi abafumaneka l ula xa kufuneka kubulawe izaphulimthetho ezizimela ukho neethaveni ezisisigqubu sokucwangcisa ulwaphulomthetho nokugcina iziqhamo zolwaphulomthetho. (Nayiphi na kwezi.\
7.5Ndiyangqina udlala indima yokuba sisaphulimthetho kuba uncedisa uThantaswa ukuba atshintshe ubunini kwilifa likaMsindisi ngondlelamnyama /Udlala indima yokubasisaphulimthetho ngokuziphatha gwenxa
7.6Ali zange liphumelele kuba uMfezeko waphuma emva kweentsuku esibhedlele engafanga (2\
7.7Kukufumana imali kaNompumelelo emva kokumkhupha kwityala lokubulala umyeni wakhe ngobuqhophololo. /kuku fuma na imali yokongeza umrholo ngoku the ngis
9.1Kukucinga ukuba bayathandana noNomsa kanti uza kuhlangana nokubethelwa ibhokisi nguJoe. (2\ Seso kusondeza uNomsa ekuthe kanti uza nobungozi ebomini bakhe. kukubukel iitsh
9.4Ubudala babalinganiswa bale noveli benze kwalula ukulahlekisana nokufakana kwimikhwa engalunganga kwabalinganiswa. khuthazwa nguThozama ngokumxhasa nokumnika iincwadi. Ukhuthazwa nguFikizolo noMa tuli kwisigqibo sakhe sokubuyela
9.8Zidiza ukuba uThole uphiwe ngokwahlukileyo kwabanye abantu
9.11Kuyacaca ukuba umlinganiswa oya elubizweni lokubangumfundisi uyakwazi ukuyoyisa imiqobo enamandla njengoko sibone uThole ehlangana nemiqobo efuna ukuzeyisa okungaphaya kokuqonda, njengokoyisa utywala,
9.12Ndiyangqina kuba uphawu lwenoveli engentlalo olukukufumbatha izinto ezingentlalo yabantu uyabonakala xa uThole obezimisele ukubangumfundisi esiwa evuka ezama ukubangumfundisi ade aphumelele. Naluphi na uphawu lwenoveli engentlalo.\
11.3Kukumbambisa ngamapolisa Kukudukisa abazali bakaMfazwe baphele bebhubha. Kukuyokugqogqa uMfazwe kwatat uGaba. (Nasiphi na isithathu kwezi.\
11.4ndawo yakwaQaka yindawo enezidubedube kuba kuyo ngokwebali kuhlala abantu abamnyama abacinezelekileyo apho bekubulawa abafundi genzanga nto. tshisw a kwe zikol abantwana abamnyana basal
11.6Zange a phumelele kuba uMfa zwe wayesejele ngala mini kuthiwa makatshiswe ngayo uba yonke le nto uMfazwe uyayibaliselwa (Nayiphi
11.7nkuthazo zikatat uGaba 16
11.9Kuku fumana (Naluphi na uphawu lwenoveli engopolitiko.\ [25] UNCWADI LWEMVELI UMBUZO 12: UMBUZO OSISINCOKO SONCWADI UBUNCWANE BONCWADI LWEMVELI MMI Swana nabanye Mazamkelwe iimpendulo ezahlukileyo nezichanekileyo ezibonisa ubungqina25
13.1Babethandana oku kusisimanga (Nayiphi na impendulo echanekileyo kwezi (2\
13.3Isiq alo/intshayelelo kwathi ke kaloku ngantsomi phindaphindo olutsala u dla wabaphul aphuli sibhuqe,sabhuqa
13.4libele u kutyisa abantwana ngenxa yee ndaba UMBUZO 13 UMBUZO OMFUTSHANE 18
13.5Ndiyangqina kuba ikhukukazi oyiswa lu xanduva lokuba ngumama wekhaya, Senza into ethandwa siso singajonganga kuvisa buhlungu mntwini kodwa izinto ziphelele ebubini singaqondanga. (Nayiphi na kwezi.\
13.6Alizange l phumelela kuba ngokwe ntsomi nanamhlanje ikhukukazi saqhwaya khangela isitshixo Abantwana ba
13.7(2\ Kuku qaqambisa ukuba ingcinezelo yamabhulu ibingakhethanga sini sithile. (Nayiphi impendu lo echanekileyo.\ (2\
13.12Ngabantu abangaboni xabiso kumanyano kuba ukhuthaza umanyano nokuhlalisana kakuhle kwezizwe ezahlukeneyo. Ngabantu abangaxabisanga/abangabaziyo ubomi obebuphilwa ngabantu abamnyama kuba ukhumbuza ngendlela ehanjwe ngabantu abamnyama nempumelelo
13.1(Nasiphi na isi bini kwezi (2\ 19
15.1Kuyiqale ngoku thi uZwilakhe namanye amaHlubi akubone kulungile ukuzekela uGugulethu intombi ethandwa nguMaGaba ngeli xesha amanye aHlubi e hambisana noGugulethu
15.3AmaHlubi adlala indima yokuba ngabantu be khaya ngoko ke a ngabacebisi nabaxhasi khaya likaGugulethu. Ngokwamazwi ka Zwilakhe uzipela ukungabinantlonipho kumaHlubi ngokunqonqozisa ukuba akasayi kujika kwinto ayithethayo
15.6Iinjongo zikaMa aba zoku nyanzelisa u Gugulethu ukuba atshate Thobek zaz
15.9Eneneni izigqibo zifanele ukuba sithathwa emva kokuhluza phakathi kokulungileyo nokungalunganga kodwa umlinganiswa onguZ ilakhe yena ubonakalisa ukungakuthatheli ingqalelo u kuhluza ngokuthi eve into echaphazela uGugulethu
15.10Impixano yangaphakathi yenzeka xa umlinganiswa ene zimvo ezikhabanayo ngaphakath i kuye/engqondweni yakhe nekufuneka ethathe isigqibo ngayo. Umzekelo; ukubethabethana kwezimvo zikaNomaMpondomise ngelixa
15.11Ngowokuba ulu ntu malucingisise, lujonge nemithetho pham bi kokuthatha izigqibo ezikhulu kuba uNoma pondomise uzeyelisele ngenx a yovakalelo Ngowokuba izigqib
17.1Iimbono ngokuqeshwa kukaThe mbinkosi ziyiqala iyantlukwano ngokwe nza abalinganiswa bahlulelane phakathi malunga nexabiso lokunyoba ukuze kufumaneke umsebenzi, abanye abafana noMamQhinebe bafune
17.2quleth e uluvo lokuba /isikhalazo sokuba kukho ukungalinganiswa ukungaphathwa ngendlela efanayo /ukwenzelwa kwabanye ngokukhethekileyo. (2\
17.3USiqhiwu noSiphokazi badlala indima yolutsha oluxhatshaz ngenxa endlala. yolutsha olulw loyis ubuqhophol olo bokunyobisa ngemisebenzi. / yokuphelisa ucalucalulo kubekho umakulinganwe
17.4Luzobo mayana Siqhiwu uthetha kwakhe kumazwi akhe kump njengomntu o kudidi lwabantu abalawulwa bubuthandazwe xa esilwela umba wokungalingani kwamahlwempu nezityebi
17.7kho iintsana eziman ukulahleka ngoku biwa nguMamQhinebe noMa atyeni baze bazithengise kwixhwele, yiyo le nto a thunakalayo kwakuthethwa ngazo kuba ku
17.9Eneneni isigqibo s ifanele ukuba sithathwa emv a kokuhluza phakathi kokulungileyo nokungalunganga kodwa umlinganiswa onguMamQhinebe yena ubonakala engakunikanga thuba ukuhluza,
17.10Impixano yangaphakathi yenzeka xa umlinganiswa enezimvo ezikhabanayo kuye ngaphakathi /engqondweni yakhe nekufuneka ethathe isigqibo ngayo Umzekelo ule ncwadi ngowaxa bethabethana zimvo gqondweni