IsiXhosa HL P3 memo

November 2014 โ€” Grade 12 / Matric โ€” IsiXhosa

Memo 2014 Grade 12 IsiXhosa - HL IsiXhosa Hub โ†’
โ†“ Download PDF Facebook X ๐Ÿ“„ 252.4 KB View Exam Paper
Preparing document

๐Ÿ“‹ Document Analysis

๐Ÿ“„ 22 pages ๐Ÿ“ 14 items found
See full analysis

Questions โ€” A Preview of What to Expect in the Document

14
This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
1.1Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ngomxholo obambekayo nokholelekayo nokuba lisekwe kwinto
1.2Isincoko esichazayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makachaze umba othile okanye umntu othile ngendlela ezama ukuba asive, asiqonde isihloko esichazwa ngendlela ecace gca. Makasebenzise amagama ukudala umfanekiso.
1.3Isincoko esixoxayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Umviwa makatyekele kwicala elinye. Makuvele ukuxhaswa okanye ukuchaswa koluvo olukhabana nolunye. Makabe necala alitha thayo umfundi, adandalazise nesizathu sokuba enze
1.4Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindele ke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ngomxholo obambekayo nokholelekayo nokuba lisekwe kwinto
1.5Isincoko esivelela amacala omabini Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makavelele zonke i inkalo xa exoxa ngomba othile. Makavelele amacala omabini engxoxo, angakhethi cala. Makacacise acwangcise ngobunono isakhiwo.
1.6Isincoko esicamngcayo. Umv iwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabonise izimvo, iimbono, iingcinga neemvakalelo zakhe ezichukumisayo. Makacamngce ngamaphupha okanye ngeminqweno. Makaveze iimbono zakhe kuphela.
1.7.1Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngeb ali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ngomxholo obambekayo nokholelekayo nokuba lisekwe kwinto ebuntsomirha.
1.7.2Isincoko esibalisayo. Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale ngebali/ngesiganeko esenzekileyo/isiganeko esiqwetyiweyo. Makabhale ngomxholo obambekayo nokholelekayo nokuba sekwe kwinto ebuntsomirha.
2.1ILETA YOBUHLOBO Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makasebenzis e ulwimi olungekho sikweni ukuya kolusesikweni. Makabhale ngolwimi oluvakalayo, olusulungekileyo nolutsala umdla nethoni
2.2OBHITSHUWARI Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Igama, umhla wokuzalwa, indawo azalelwe kuyo namagama abazali bakhe. Imfundo yakhe neendawo aphangele kuzo. Izinto ezibalulekiley o ezimalunga nobomi bakhe.
2.3RIVYU Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Ifilim: Makaveze iimbono zakhe buqu ngomsebenzi wobugcisa kwifilim Makadandalazise indlela ayibone ngayo ifilim. Makathabathe icala elithile.
2.4AJENDA NEMIZUZU Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: ajenda: Makabhale isicwan gciso senkqubo eza kulandelwa entlanganisweni. Makabeke imiba/izihlokwana ekuza kuxoxwa ngazo. Umba ngamnye mawabelwe ixesha.
2.5UDLIWANO NDLEBE Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Makabhale in gxoxo elungiselelweyo phakathi kwabantu ababini. Makanike amagama ezithethi kwicala elisekhohlo ephepheni. Makashiye umgca ukwahlula intetho yesithethi ngasinye.
2.6INTETHO ESESIKWENI Umviwa kulindeleke ukuba achankcathe kwezi ngongoma: Kwisimbo sokubhala makuvele ixesha, indawo, injongo, abaphulaphuli noko aza kuthetha ngako. Makuvele ukuba uza kuthetha njan i? Wonwabile, okanye ukhathazekile.

Mark Allocation

Sections50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 50 + 25 + 25 + 25 + 25 + 25 + 25 = 1800 marks

Paper information

SubjectIsiXhosa
Year2014
SessionNovember
TypeMemo
PaperPaper 3
LanguageIsiXhosa (HL โ€” verified from PDF)
Pages22
Downloads6

Examination context

Decade2010s
Years ago12y
SeasonSpring (SH)
Start dayWednesday
Exam periodNovember 2014
Days since exam4,371

About IsiXhosa examination preparation

Grade 12 IsiXhosa past examination resources support preparation for language, comprehension, and written-response components.

Every available Grade 12 IsiXhosa past paper and memorandum is collected in the IsiXhosa hub at isixhosa.freemode.co.za โ€” browse all years, sessions and languages in one place.

How to use this resource for revision

A past examination paper is most useful when it is treated as an active revision exercise. Try the questions yourself before checking the corresponding memorandum. Where you make an error, identify the reason โ€” was it a knowledge gap, a calculation mistake, an interpretation issue, or an examination technique problem?

For stronger examination practice, complete the paper without unnecessary interruptions and keep track of the questions that take the most time. Afterwards, review the memorandum and separate knowledge gaps from mistakes caused by interpretation, calculation, structure, or examination technique.

comprehension
language knowledge
interpretation
written expression
examination technique

A practical revision approach

Complete the paper without referring to answers, then use the memorandum to identify areas where comprehension, language knowledge, or written expression can be improved.

Grade 12 subject hubs

Each matric subject has its own dedicated hub on Freemode with every past paper and marking memorandum we have archived for that subject.

Corresponding examination paper

Examination paper available

Open the corresponding examination paper to practise the questions before reviewing the marking memorandum on this page. Attempt every question under timed conditions for the most realistic preparation.

IsiXhosa HL P3 โ†’

File details

File size252.4 KB
Pages22
Archived on11 October 2026
File age13d
ContributorFreeMode
FingerprintFE7BF671E787

Questions and learner discussion

Log in to ask a question or leave a review.

No questions or discussions have been posted yet.