This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
2.1Luphuhlisa ukuba unozakuzaku uyazikhupha iimfanelo nango na ezikhupha eqale wazilandula. /Luphuhlisa ukuba unozakuzaku uyazenza izibele nangona ezenza emva kokuba eceliwe. (Nayiphi na kwezi (2\
2.2Unozakuzaku ngumntu osele engqathuva ekuthenjelwe kuye ukuba Ukuba unozakuzaku ngumntu on gemdala kuyaphi, uhambela phezulu kulo msebenzi wakhe kwaye udlala indima ephambili kumcimbi wobulawu. (Nayiphi na kwezi
2.3Ngumfanekiso ntelekelelo wo kuba xa efikile unozakuzaku abantu abazizihlobo bayafika ngokukhawuleza (2\
2.4okwenza ukuba isitanza nga sinye sibenemiqolo emi 4 ukuze si qingqeke Ngokwenza izitanza ziqingqeke (2\
2.5Ngumyalezo wokuba unozakuzaku udlala indima ephambili xa kuhlanganiswa amakhaya amabini endiselanayo (Nayiphi na iphendulo echanekileyo (2\ [10] UMBUZO 3 UMBUZO OMFUTSHANE IIMBONGI Qangule10
3.1phuhlisa ukuba nangona iimbongi zinolwazi oluphangaleleyo nolungapheliyo ngemiba yesizwe kodwa zikhe ziph elelwe okanye zivalwe lomo (2\
3.2Ithi iimbongi zinolwazi oluninzi azithuli xa isizwe s isiva kabuhlungu kwaye zithetha ngendlela ezithanda ngayo. (2\
3.3Ngumfanekiso ntelekelelo wezimvo zeembongi ezininzi ezigxalathe yo. Ziyagxalat helana ukuthatha iqonga lo uza neyakhe omnye aze neyakhe. (2\
3.4Umqolo ngamnye unamagama amathathu no siphelo engu aabbccddeeffgg. Ngemvano siphelo. Inani lamagama kumqolo ngamnye iyalingana. (Nayiphi na kwezi (2\
3.5Ngumy alezo wokuba iimbongi zidlala indima ephambili kwintlalo yoluNtu ngenxa yesiphiwo sazo sokubonga (Nayiphi na impendulo echanekileyo (2\ [10]10
4.1Siphuhli sa u kuba le ntombi iswelekile (2\
4.2Njengokuba ebhubhile nje uCharlotte Maxeke, ngubani ongumama oya kuzigqatsela okanye oya kuzinikezela ukuba enze umsebenzi ekwenza njengaye (2\
4.3Ngumfanekiso ntelekelelo weendlela ezahlukeneyo abebo ndla ngayo abantu base Afrika. (Nanjengoko uCharlotte ebenguNontlalontle,umseki wama qela ezopolitiko,mseki wamaqela ecawa,
4.4Sidalwe ngokusebe nzisa ngokuphinda phinda umyalez o wokub angalityalwa /Sidalwe ngokusebenzisa imiqolo elinganayo ngokwesakhiwo /Sidalwe ngokusebenzisa ushiyo lwesikhamiso ngokufanayo kwigama u
4.5Ngumyalezo wokuba inkulu indim a efanele ukudlalwa ngoomama kumzabalazo njengoko inkulu neyadlalwa ngumama uMaxeke Ngumyal ezo wokuba oomama mabafunde kwizenzo zika Charlotte (Impendulo mayithethe ngoCharlotte nezenzo zakhe\
5.1Kukudala is /Kukwenza umbongo (Nayiphi na kwezi (2\
5.2Inothakazelelo/iyayithanda imfundo kuba iyiqaqambisa ngokusebenzisa isigama esi yincomayo (2\
5.3Imfundo iyayicoca ingqondo Iqaqambisa ubumsulwa b emfundo Iqaqambisa ukulunga kwemfundo. (Nayiphi na kwezi (2\
5.4Ngumxholo wokubaluleka kwemfundo ebomini bomntu. /Ubuhle obuza nemfundo ebomini bomntu. (Nayiphi na i mpendulo echanekileyo (2\
5.5Imfundo izisa ukukhanya okungasayi kuze kucinywe mntu (2\ [10] AMANQAKU ECANDELO A:10
7.1Sisenzo sokungalali kukaThantaswa endlwini yakhe noMsindisi akuba evile ngokuthathwa kwesithembu /Sisenzo sokubuyelana noMfuneko akuba efumanise ukuba akasazi kuyifumana imali kaMsindisi. (Nayiphi na kwezi\
7.3Bafundiswa ukuba akulunganga ukuba ngumzali olahlekisayo /Ukuba iingcebiso ozifum ana emzalini nazo ziyafuna ukubekwa esikalini zi nga thathwa (Nayiphi na kwezi\ (2\
7.5we wayefanele kuba uThantaswa waphela emthengela ootsotsi uMsindisi bokuba bambulale akwazi ukulifumana lonke ilifa. (2\
7.6Lilichaphazele ekubeni libe ngunobangela wokufa komlinganiswa oyintloko /Li chaphazela ekubeni ukungalifumani kukaThantasw a ilifa kukhokelele ekubeni azidubule.
7.7UThantaswa uzibona eseza kuyifumana imali ngoncedo aluphathelwa nguMdlambila kanti izinto azizukuhamba ngohlobo acinga ngalo (2\
7.8Hayi kuba uMdlambila wayesaphula umthetho ngesenzo sakhe /Ha yi kuba uMdlambila zange amsindise koko wamfaka koka hisayo enza impaza
7.9Ungumphandi wetyala lokubulawa kukaMsindisi. Nguye owenza ba ngakwazi konwaba emveni kokuba bebulele uMsindisi. /Umane esithi ntlo amapolisa ngezinto eziyimiba yophando nacinga ukuba uzifihlile zobuxoki kuThantaswa
7.12Ibhalelwe zonke iindidi zabantu kuba ixhobisa uluntu gabalala ngezinto ezenzeka kwintlalo yabo. /Ukuba bazi ukuba umvuzo wesono kukufa ngengoko kubenjalo kuThantaswa noMfuneko /Ukuba u ufuna uk ufumana
7.10Basetyenziswe njengabalinganiswa abenza ukuba im ixano ifikelele encochoyini kuba uMapheza uchasene nezenzo zikaMfuneko ezingekho mthethweni Ukuchasa ulwaphu mthetho kukaMapheza nokuthanda ukuphila ngolwaphulo
9.1
9.5Ewe wayefanele kuba kwathi kanti isiganeko esilandelayo saba kuba kwaqhambuka umlo phakathi kwakhe neqela likaJoe (2\ Ulichaphazela ngokuthi abe ngunobangela wengxwabangxwab a phakathi
9.7Eyokuba ede wangumfundisi nje nguThozama owayemxhasa (2\
9.8Zimchaza ngokufanelekileyo , kuba eneneni wayebonwa nanguthathatha kuba ubufanele, nezenzo zakhe zimngqina. (2\
9.9Ukudibana kwakhe noThemba noSonwabo uzibona sele esela utywala ngokugqithisileyo azibone eseBhayi. Ukuthatha kwakhe isig ibo sokuya ulo Nomsa kumfaka enkathazweni yokuphantse abulawe nguJoe neqela khe.
9.10Kwenze ukuba ibali libekho kuba lisekwe kwisimo sikaThemba sokunxila ngokugqithisileyo nesimo sikaThole sokungakwazi ukuthatha izigqibo ezizezakhe aze abe uThole ungena k wimigibe yokunxila noThemba kodwa
9.11Saba sesilungileyo kuba uThole waba ngumfundisi ophume izandla (2\
9.12Ibhalelwe zonke iindidi zabantu kuba ixhobisa uluntu malunga nabahlobo abangalunganga [25] 1425
11.1Sisenzo asicingelayo soku hluthel a uNokuzola /Isenzo sokumthelekisa nabantu bakwaQaka a nenxaxheba e kutshisweni kwekhaya likaMfazwe /Isenzo apho uFriday
11.2Inkcazo ngoFriday iyonke yenza isikrokro lo mbuzo buciko azibuza wona ukrobisa ngok wenza abafundi benoveli bacinge ukuba ikho into eseza kuvela eyenziwa nguFriday. (Nayiphi na kwezi (2\
11.3Ubufutshane abubangeli u kuba ube ngumntu ongenaxabiso bomi /Kulungile ukukwazi ukuwulaw ula umsindo wakho phantsi kwayo yiphi na imeko. (Nayiphi na impendulo echanekileyo
11.4Iziko lamapolisa libe nenxaxheba ekukhuliseni impixano kule noveli kuba limele urhulumente wengcinezelo ohlalele ukwenza udushe kwaQaka esebenzisa lon (2\
11.5Ewe wayefanele kuba kwathi kanti uFriday neqela lakhe ba neenjongo zokumbulala. (2\
11.6Ulichaphazele ngokuthi kuvele esiphelweni sencwadi ukuba uZubuye ngumntwana kaNokuzola noMfazwe (2\ Ibhekiselele kwiinzima athe wah langabezana nazo uMfazwe endleleni Ewe kuba nguye obephambili ekuphembeleleni udushe ethelekisa uMfazwe
11.12Ibhalelwe abantu bonke kuba imalunga neziganeko ezehl yo ngexesha kusiliwa ingcinezelo ebichaphazela wonke umntu. [25] 1725
13.1Kukulahla isitshixo sendlu de kufe umntwana yindlala. (2\
13.2Bafundiswa ukuba a kulunganga ukuba nomsindo o gqithisileyo /Bafundiswa ukuba izinto ziyonakala xa kungahlaliwa kuthethathethwane ngengxaki kho
13.3Ngokuthi sakuya kubutha isikhukukazi kulahleke isitshixo, kudaleke ukungavisisani kwabathandanayo (2\ UMBUZO 13 UMBUZO OMFUTSHANE 19
13.5Isikhuku kazi sakhangel isitshixo ixesha elide ingafumaneki. (2\
13.6Ewe, uyichaza ngokuchanekileyo kuba yintlekele ukufa komntwana ngesiquphe. (2\
13.7Ibhalelwe bonke abantu kuba intsebenziswano engekhoyo yehla nakubani. kufuneka bazi ukuba nantoni na ingawuqhawula umtshato /ibhalelwe bonke abantu kuba bazi
13.8Xa umntwana oyinkwenkwe sele ekh ulile wayindoda kuba ligugu neqhayiya emzini /Xa umntwana oyinkwenkwe sele ekhulile wayindoda bayazidla abazali bakhe. (Nayip hi na kwezi (2\
13.9Yinkcalankcala inkunz aseGwali. (2\
13.10Imbongi incoma u Zilimbola ngesakhono anaso sokub ukuncokola, ukuvuma nokuba ng umntu ofunde kumazi ko emfundo ephakamikleyo ahluka
13.12Sisikweko kuba uZilimbola ubizwa silo kuba e fana naso ngokwenza 25] AMANQAKU ECANDELO B:
13.4Sikhokelele kuvuthondaba ngenxa yokufa komntwa omncinci yindlala nokudinwa. (2\
13.11Kukubethelela ukuba kulapho ikomkhulu lika Zilimbola khona. (2\ 20
15.1Injongo yokusetyenziswa kwamagama akwizibiyeli kukunika umyalelo (Nayiphi na impendulo echanekileyo\ (2\
15.2Sisimo akuso uGugulethu ngenxa y okutshatiswa kwakhe ngebhaxa (2\
15.3Kukunyanzela uGugulethu ukuba atshate uThobeka angamthandiyo. Kukuthumela uThobeka nabantwana kuGugulethu. (Nayiphi na impazamo eyenziwe nguZwilakhe apha ebalini\ (2\
15.4Hayi kuba ibingekokun gabikho kwesimilo koko uMzamo ebezama ukubonisa kuba ngokwesithethe sikaNtu abantwana abaphendulani nabantu abadala bengabuzi nokubuza benikwa imiyalelo kuphela. (Nayiphi na impendulo ech
15.5Yintsingiselo ethi umntu o neenkani, o ngafuni ukuboniswa njengoZwilakhe makayekwe de abone iziqhamo zokungabamameli abanye abantu ezibe kukufa kwabantu abaninzi kule drama (2\
15.6Kuyiphembelela ngokuthi kungqubane izim vo apho abantu abadala bafuna ukwenza izinto ngondlela ndala bengenzi ngokokutshintsha kwamaxesha apho abatsha bafuna ukwenza ngendlela yokhanyo (2\
15.7Ngokwesi sicatshulwa uvakalelo lwakhe alugungqi kwisigqibo sakhe, kanti mhla kugwetywa uGugule
15.8Sisibonisa ubuzaza besisombululo aza naso uZwilakhe kwingxaki esele ikho. (2\
15.9Ngowokuba k ubalulekile ukuxhasana xa ningabahlobo kuba uMzamo ube secaleni likaGugulethu wangumhlobo w wokuba (Nayiphi na kwezi (2\
15.10Luphuphelo
15.11ilunganga indima abayidlalayo xa kuthathelwa kwisenzo sika MaGaba sokulukuhla uZwilakhe ukuba abonele u Gugulethu umfazi kuba sibe neziphumo ezibi zokusweleka kwabantu. (2\
15.12Yintlekele (2\ 25] UMBUZO 15 (UMBUZO OMFUTSHANE\ 24
17.1Kukuni /Kukwazisa (Nayiphi na kwezi (2\
17.2Kukuba uSiphokazi ufuna ukuthela thsuphe umama wakhe ngesicelo sikaSirhezu ofuna ukutshata naye
17.3Yimpazamo yokuba kuphantse kupatyalak e umtshato wakhe noSirhezu amthandayo ngenxa yokufuna imali kaMaqhikizane /Uphantse walelinye lamaxhoba kaMaqhikizane. (2\
17.4Ndiyahambisa kuba kuyilahleko ukuthi wakugqiba ukuyifundisa intombi kushiy yokwendela komnye umzi /Andihambisani kuba intombi xa ifundile ingaphangela
17.5Yeyokuba uthi w akugqiba uku zala umntwana umkhulis e usuke ungamfuni ngokumthakatha kuba usiva ngabanye abantu (2\
17.6Abantu abadala ngabona abaphambili ekwenzeni izinto ezigwenxa ezifana (2\
17.7UMamQhinebe uvuye kakhulu akub uMaGatyeni engenile ku lo mkhuba wokuba abantwana kodwa uyazisola mhla abanjwa nguNtamo (2\
17.8Sibaluleke n gokuba sisibonisa imini uMaGatyeni awa mkela awuphehlelel ngayo umkhuba wokuba iintsana. (2\
17.9Ngowokuba ungumntu uyakwazi ukuba ngumhlobo nomntu ngen xa yemeko enizifumana nikuyo nobabini nide nilahlekisane ningaqondanga Nayiphi na impendulo echanekileyo (2\
17.10buyomva kuba siyakhunjuzwa okanye sibuyiselwa umva ngeenkumbulo ukuba kanene bekuqale kwathini ukuze kube lapha umzekelo uMaG atyeni bangelwe ngamay
17.11Ayilunganga le ndima kuba u Magrazula noDlezinye bab izisulu aba bafazi ngenxa yokuba behlupheka bengenawo namado da xa bebalobela Ayilunganga kuba yinjongo yokubaxhaphaza aba bafazi le yokubalobela kulo mkhuba wokuba
17.12Yintlek ele siyoliso kuba kule drama bekubulawa abantu kuthengiswa intloko zabo, kubiwa abantwana, kunyotyiswa ukuze ufumane umsebenzi kanti ekugqibeleni bonke abantu abenze izinto ezimbi nezingekho mthethweni