This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
2.1Kukulima umcaphula uyathathwa\ (2\
2.2Umsebenzi wombuzobuciko kukwenza abantu ba hambe nembono yembongi malunga nokubaluleka kwe Kukubethelela uluvo lokuba ayikho into ongayenza ngaphandle kwethemba.
2.3Yahluke ngokuba u mqolo wesi 8 unam agama amabini kanti umqolo we unam
2.4banentliziyo tyhaf ileyo banomzimba odiniweyo
2.5(a\ Angancedwa ngokufundiswa ukubanethemba (b\ kuze limkhuthaze a phakame noba ebesele ephelelwa ngamandla
3.1Ufinyis amag ruxu Ugodusa amahilihili
3.2Ludala (2\
3.3Yahluke ngokuba u mqolo wesi 8 wakhiwe ngamagama ama kanti umqolo we
3.4Kwe labaTswana Kwe labaRolweni. wela
4.1Ukubhonga. Ukubhanga (2\
4.2ukufanisa iimbongi namanxila kuba z ingo yiki ukuyithetha into eziyicingayo oku kanye kwamanxila. (2\
4.3Yomibini yakhiwe ngamagama ama Umqolo we 9 unamagama amathathu nomqol o we
4.4Ukuprofitesha. Ukubhedesha. (2\ .5 (a\ Iimbongi zizisa ulwazi lokuza kwenzeka esizweni ngenxa yolwazi lwazo ngembali yesizwe
5.1Imbovane idalwe yangabi namandla yaze yaphiwa ubulumko.
5.2Inesakhono nobuchule bokwakha indlu enkulu ukudlula esabantu nesakhono sokuhlasela ngokwahlukileyo kubant (2\
5.3Umqolo we 12 ucacisa ukuba imbovane i yazazelelela ngokuthi i zilungiselel is dlo sayo soBusika
5.4Kuphele ukubhatyaza kusale ukuchwetheza. Zidzule izinto kuphele iziphene.
5.5Umbuzobuciko osetyen ziswe kulo mbongo othi, Sisilumko saphi na esingadlula imbovane? uthundeza abantu ukuba babe nomdla wokuba zizilumko njengembov
7.1Zange asifezekise kuba ng ye kuqala owathenga i zigwinta zikaMsindisi. Zange asifezekise kuba nguye kanye owayezama ukuthibaza ubungqina
7.4Ebesiya kuqinisekisa ukuba ubhubhile ngenen e na akwazi ukuqoshelisa ubungqina obunokukhomba ku ye noThantaswa. Ebenengcinga yokuba xa efike kuqala kwindawo yolwaphulomthetho ityala liza
7.5Ndiyangqina kuba guye uThantaswa noMfuneko abaceba ukuthe nga ootsotsi nge
7.6Udlale indima yokuba lixhoba kuba nguye obulawayo l o nto imenza ixhoba (2
7.7UThantaswa ulubona ulwaphulomth etho njengenqwanqwa lokumsondeza ebutyebini msinyane kanti uThembakazi ulubona ulwaphulomthetho njenge ndlela ezingalunganga nanjengokuba ku kudala ekrokra ukuba imvano
7.8Uthi makaphazamise upha ndo lokugwintwa thi makagalele le uMfezeko ityhefu /Uthi makayokuba uMfezeko
7.9(a\ UMfuneko udutyulwa /UMfuneko wabulawa (a\ (2\ 7. 11
7.12Le noveli isebenzisa icebo lokugweba amapolisa abandakanyeka kulwaphulomthetho njengoNqoza noMfuneko. Le noveli isebenzisa icebo lukugweba ababulali nje gooSixaki. /Le noveli isebenzisa icebo lokugweba
7.10NguMsindisi kuba wabulawa ngu Thantaswa ngeenjongo zokufumana ilifa NguMfezeko zokumbulala (Nayiphi na impendulo echanekileyo
9.1Wasifezekisa kuba wafundela ubufundisi waze wabekwa njengomfundisi waseGeorge Goch .2 Si
9.3Yinyani kuba wakhwelisa uThole imoto eGcuwa engayanga kufik a nakowabo wamsa Waselisa uThole utywala Wakhwelisa uThole imoto eya eKnysna esithi iya (Nayiphi na impendulo echanekileyo
9.4Ndi hlutshwa zizenzo zam ezingahambisani nobizo lwa njengoku ba ndi sela
9.5UThole u UThole usinda ekuqwengweni ziingonyama aze ab ligqirha eliphum UThole ubuyela esikolweni sele emdala aze afunde abengumfundisi odumileyo.
9.7Fikizolo umbona emdala u angaliso uba angaphindela esikolweni kangangokuba ufuna athathe umfazi kodwa uMangaliso ubon a kusalungile ukuya esikolweni
9.8Wabangumfundisi owahlukileyo kubafundisi abafike phambi kwakhe Wavuselela ngobuninzi abantu baseGeorge Goch
9.9UThemba noSonwabo baqwengwa ziingonyama baf a. (2\
9.10NguThole kuba isihloko sithiywe ngamazwi athethwa nguyise uFikizolo emva kokuba e be ng senathemba lokuba wobuya ambone xa kuvakala ukuba
9.11UThole uphela engumfundisi owaziwayo kanti uSonwabo ufa ngokuqwengwa ziingonyama. (2\
9.12Le noveli isebe nzis icebo lokubethisa uThole ngoJoe neqela lakhe eBhayi. Le noveli isebenzis icebo lokubonisa uThole iitshomi zakhe
11.1Ewe waliphumelela kuba ukubuya kwakhe elubhacweni uMzantsi Afrika wawu sele zuz inkululeko. (2
11.2Ibhalwe ngokweprozi. Abalinganiswa abazithetheli ngqo. /Ubu khulu becala abalinganiswa bazotywa ngokuthe ngqo Ibhalwe ngokwezahluko. (Nayiphi na
11.3Bubuxoki kuba uNokuzola wasweleka ebeleka ngeli xesha uMfazwe wayeselubhacweni
11.4Andiyiqondi kuba andiqhwayi mfazwe mna kok o ndizama ukulwa idabi lengcinezelo. (2\ 11. Wal enza icebo lokufundisa abantwana besikolo ngamalungelo wabo.
11.6Ubelitshijolo kuba izenzo zakhe beziphazamisa bo nke abantu abalwela inkululeko ngo kunyoka amaqabane emapoliseni chasene nokulwela
11.7UMzolisi ukubona ukubhaca iyinto elungileyo ude amkhuthaze uMfazwe kanti uMzingeli zange amkhuthaze uMfazwe kuba esithi akayi kusinda ekubulaweni. (2 11. Wasinda ngokusebenzisa amafutha omzingeli.
11.12Iseben zisa icebo lokujongana ngqo namabhulu okanye amapolisa amele ingcinezelo Icebo lokubhaca ukuze bazibandakanye eqela l
13.2Isivula ntsomi Uphindaphindo lwamagama izilwanyana ezithethayo (Na
13.3Yinyani kuba iqaqa lihle kakhulu kodwa ivumba lalo ali nyamezeleki. (2 13. Sesokuba azibone engenambala mnye anokuzidla gawo ujikajika kwiindawo
13.4Ngum tyesheli womyalelo kuba zange awulandele umyalelo wokukhetha umbala ngexesha alinikiweyo (2
13.11Imvu ebuso bulubisi, amazwi abubusi (2\
13.1gumntu osoloko exhobile noba ak ukho nto izakwenzeka. (2\
13.1Kukuncoma Nolizwe ngemisebenzi yakhe emihle enceda isizwe (2\ [25] AMANQAKU ECANDELO B: 2525
15.1Ushiywa nguGu UThobeka unabantwana abathath Usiwa eMthatha kuGugulethu ongamfuniyo nabantwana afike angamkeleki abulawe (Nasiphi isi
15.2UThob eka wendela emaHlubini kuba ngokwebali wayehleli emaHlubini iminyaka elishumi elinesibini wade wanabantwana abathathu emaHlubini. (2\
15.3Umzoba ngqo kuba umchaza n gokungafihlakalanga ngesichazi esingu ukhuthele
15.4Luyidale ngokuthi u Gugulethu alubone lungundoqo ekwakhiweni komt shato ngeli xesha abazali bakhe bengaluboni njengento ebalulekileyo ekwakhiweni komtshato
15.6Le ngxoxo ilikhulisile ibali kuba ikhokelele ekubeni uMaGaba ayalele uZwilakhe ukuba uGugulethu atshate noThobeka hayi enye intombi. Ukwala kukaGugulethu kwandisa iziganeko ezikhulisa ibali liqhubekele phambili.
15.7Ndiya lu xhasa kuba uMzamo ubonakala exhasa uGugulethu ngomba wesiko
15.8Intlungu kaMcunukelwa ye yokwaliwa nguNomampondomis e ade akhuphe Intlungu kaThobeka yeyoku ngakhathalelwa kw akhe
15.9UMzamo njengomhlobo kaGugulethu ndiyamncoma ngokungafuni kuzibonakalisa kuSicelo ukuba ukweliphi na icala ngakuGugulethu kuba bezi ntanga ingakumbi x a uSicelo emgxeka uGugulethu ngokungahloneli abazali kodwa ekwamncoma ngokuza kwakhe ecaweni okubonakalisa
15.11Ndiyaxhasa kuba ikholwane ngumlinganiswa othenjiweyo ngomnye aye amxelele zonke iimfihlelo kwaneenjongo zakhe njengoMzamo kuba ulikholwa ne likaGugulethu kuba ebemchazela iinjongo za khe ngentombi ayithandayo uNomaM
15.12Yintlekele kuba umdlalo oyintlekele ubonakala ngokuthi ube neziganeko ezimanyumnyezi eziquka ukubulawa kwabantu nesiphelo esibi nakulo mdlalo kuxhaph ake iziganeko ezimanyumnyezi eziquka ukufa nokubulawa
17.1thwalis abantu imithwalo erenkini. thengisa iibhotile.
17.2USi phokazi wa phangela kuba wafumana ileta ethi maze afik e kwiofisi eyayiyekaMaqhikizane eseBotha Sigcau. (2\
17.3Uzizoba mayana kuba uthetha ngokungangqalanga xa echaza isenzo sakhe sokungasithethi isiLungu
17.4Iyidale ngokuthi abadala babona kulungile ukunyoba nokwaphula umthetho ukuze basuse ikati eziko ngeli xa abatsha bexolele ukulala ngezisu ezigunkcuza amanzi kunokuba bophule umthetho. (2\
17.5UMaqhikizane unyobisa ngomsebenzi ebantwini abangathathintweni. (2
17.6Le ngxoxo ilikhulisile ibali kuba kulapho uSiqhiwu atyhile ub uqhophololo obuqhubeka kwiiofisi zikarhumente. Le ngxoxo ilikhulisile ibali kuba kulapho uMamQhinebe abonakala ephelelwa lithemba wabhenela
17.7Bohlulelene kuba uMa hinebe ukubona kulungile ukunyobela umsebenzi kanti uSiqhiwu yena akakufuni ukunyoba.
17.8UMaqhikizane noMamQhinebe bafumene is hlwayo sokubanjwa ngamapolisa. (2\
17.9Yintetho emfaneleyo uMaqhikizane kuba uzibonakalise ubungento ngokuth adele umsebenzi obalulekileyo wokunceda abantu ngokufun ukunyotywa ngemali ukuze bazuze umsebenzi. Yintetho emfaneleyo uMaqhikizane
17.10Ndiyangqinelana kuba zizenzo zokunyoluka ezimfake kule ngxaki akuyo yokuzibona esenkundleni yamatyala. Andingqinelani kuba ukhuthazelwe kulo mkhuba ngabantu abamane bemnika imali yokunyoba xa befuna umsebenzi.
17.11Ndiyaxhasa kuba ummeli ntlobo ngumlinga niswa omele Ndiyaxhasa kuba ummeli ntlobo ngumlinganiswa ondima yakhe icaca gca zisuka ngokufunda igama ngokuthi ag
17.12Yintlekele siyoliso kuba umdlalo oyintlekele siyoliso ubonakala ngokuthi ube neziganeko ezimanyumnyezi ez iquka ukubulawa kwabantu kodwa